Kwabaseroma 9:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kukwanjengokuba uIsaya wayetshilo ngaphambili ukuthi:“Ukuba iNkosi uSomandla ibingasishiyelanga hlumela,ngesisuke saba njengeSodom, safana neGomora.”

Kwabaseroma 9

Kwabaseroma 9:19-33