Uthetha kwaloo nto kwiNcwadi kaHosiya, xa athi:“Abangengobantu bam ndiya kuthi bangabantu bam;nohlanga ebendingaluthandi ndiya kuthi luyintanda kum.