Kwabaseroma 9:20 Ibhayibhile (XHO96)

Mntundini, kuxa ungubani wena ukuba ungade uphendulane noThixo? Into ebunjiweyo ingátsho njani kumbumbi wayo ukuthi: “Yini na ukuba undenjenje ukundibumba?”

Kwabaseroma 9

Kwabaseroma 9:18-21