Kwabaseroma 9:17 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku iziBhalo zithi kukumkani waseJiputa: “Ndakuphakamisa ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, ize negama lam lidume, linwenwe kulo lonke ihlabathi.”

Kwabaseroma 9

Kwabaseroma 9:6-18