Kwabaseroma 8:32 Ibhayibhile (XHO96)

Yena kaloku akambandezanga owakhe uNyana, koko usuke wamnikela ngenxa yethu sonke. Angathini ke ukungasibabali asiphe zonke ezinye izinto?

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:25-38