Kwabaseroma 8:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ke wona umthetho wawungenako ukusikhulula, ngenxa yokonakala kwesimo sethu. Kodwa yena uThixo wamthumela uNyana wakhe, ekwisimo esifana nesimo sethu esonakeleyo, waza wasigweba isono emntwini wenyama negazi.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:1-12