Kwabaseroma 8:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uThixo oziphengululayo iintliziyo uyazazi iingcamango zoMoya, kuba kaloku uMoya uthethelela abantu bakaThixo ngokwentando kaThixo.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:25-35