Kwabaseroma 8:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokukwanjalo noMoya uyasixhasa ekusweleni kwethu amandla, kuba kaloku asiyazi eyona ndlela singathandaza ngayo. Kodwa ke kweso singqala sethu sikhohliwe uMoya ngokwakhe uyasithethelela.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:20-28