Kwabaseroma 8:23 Ibhayibhile (XHO96)

Asiyiyo yodwa ke: nathi thina siphiwe uMoya osisiqinisekiso sokukhululwa kwethu nguThixo, siyancwina, silindele ukubekwa ewongeni lokuba ngoonyana bakaThixo. Yinkululeko yethu ke leyo.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:15-26