Kwabaseroma 8:21 Ibhayibhile (XHO96)

nendalo ngokwayo iya kude ikhululwe kwiimbophelelo zokonakala, ize nayo isiwe enkululekweni nasebuqaqawulini babantwana bakaThixo.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:14-22