Kwabaseroma 8:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ke singabantwana bakaThixo, sikwaziindlalifa zikaThixo. Ewe, siziindlalifa kunye noKrestu, kuba kaloku siva ubunzima kunye naye, siphinde siwongwe kwakunye naye.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:13-23