Kwabaseroma 8:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ke uMoya kaThixo owamvusayo uYesu ekufeni ukho kuni, neyenu imizimba uThixo uya kuyinika ubomi ngoMoya wakhe okhoyo kuni.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:8-17