Kwabaseroma 8:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba uKrestu ukho kuni, nangona umzimba ufile ngenxa yesono, uMoya yena uninika ubomi. Kaloku nenziwe amalungisa.

Kwabaseroma 8

Kwabaseroma 8:1-15