Kwabaseroma 6:7-10 Ibhayibhile (XHO96)

7. Kaloku umntu ofileyo ukhululekile esonweni.

8. Ukuba ke safa kunye noKrestu, siyakholwa ukuba sodla ubomi kwakunye naye.

9. Siyazi ke ukuba uKrestu evusiwe nje kwabafileyo, akayi kuba safa – ukufa akusayi kuba nagunya kuye.

10. Kuba wafa kwakanye, efela isono; kodwa ngoku udla ubomi, ephilela uThixo.

Kwabaseroma 6