Kwabaseroma 6:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku ke, nikhululwe nje esonweni, naba ngabakaThixo, ninaso isiqhamo esibubungcwele. Le nto ke ikhokelela ebomini obungunaphakade.

Kwabaseroma 6

Kwabaseroma 6:14-23