Kwabaseroma 6:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kakade niyazi ukuba lowo nizinikela kuye ukuba anilawule, ngokwenyani niyamkhonza, nimthobele. Abalawulwa sisono ke baba sisisulu sokufa, kodwa abamthobeleyo uThixo ubenza amalungisa.

Kwabaseroma 6

Kwabaseroma 6:12-19