Kwabaseroma 5:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba njengokuba kwathi, ngokungeva kwalowo mnye unguAdam, abaninzi bafumaneka bengaboni, ngokunjalo kuya kuthi nangokuthobela kwalowo mnye unguKrestu, abaninzi benziwe amalungisa.

Kwabaseroma 5

Kwabaseroma 5:15-21