Kwabaseroma 5:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku besikade siziintshaba noThixo, saxolelaniswa naye ngokufa koNyana wakhe. Kobeka phi ke ukusindiswa kwethu ngokudla kwakhe ubomi!

Kwabaseroma 5

Kwabaseroma 5:1-17