Kwabaseroma 4:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ebenziwe ilungisa ngenxa yokufezekisa kwakhe umthetho, ebengaqhayisayo; kodwa ngoku akanandlela yakuqhayisa phambi koThixo.

Kwabaseroma 4

Kwabaseroma 4:1-11