Kwabaseroma 4:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ingqumbo kaThixo kaloku ibangwa kukwaphulwa komthetho wakhe; kodwa apho ungekhoyo umthetho akukho kwaphulwa kwamthetho.

Kwabaseroma 4

Kwabaseroma 4:8-23