Kwabaseroma 4:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ukuba ilifa lifunyanwa kuphela ngâbo bawuthobelayo umthetho, ukukholwa koba kwenziwe into engento, nesithembiso eso singaba sitshitshisiwe.

Kwabaseroma 4

Kwabaseroma 4:12-20