Kwabaseroma 4:13 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo wathembisa uAbraham nenzala yakhe ukuba ihlabathi baya kulima. Esi sithembiso asenziwanga ngakuba ethe wathobela umthetho kaMosis, kodwa wathenjiswa ngenxa yokuba wakholwa, waza wabalelwa ekubeni lilungisa nguThixo.

Kwabaseroma 4

Kwabaseroma 4:5-14