Kwabaseroma 3:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ke, ngaba thina maJuda silungile na kunabanye? Hayi, nakanye! Kaloku sendiwatyholile amaJuda kwanabezinye iintlanga ndisithi basesonweni bebonke,

Kwabaseroma 3

Kwabaseroma 3:3-14