Kwabaseroma 3:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ke ngokuxoka kwam inyaniso kaThixo idandalaza ngakumbi ukuze sicace isidima sakhe, ndisagwetyelwani na ke ngokomoni?

Kwabaseroma 3

Kwabaseroma 3:1-9