Kwabaseroma 3:27 Ibhayibhile (XHO96)

Kukho nto singaziqhayisa ngayo ke? Hayi, ayikho. Ngasizathu sini na? Kuba sigcina umthetho kaMosis? Hayi, ngenxa yokuba sikholwa.

Kwabaseroma 3

Kwabaseroma 3:22-31