Kwabaseroma 3:25 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo wammisela uYesu ukuba abe lidini lokungxengxezela izono zabakholwayo. Ukufa kwakhe yindlela uThixo abenza ngayo amalungisa abantu. Kumaxesha adlulileyo uThixo wazibamba akabagweba aboni;

Kwabaseroma 3

Kwabaseroma 3:15-27