Kwabaseroma 3:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku ke indlela uThixo abalungisa ngayo abantu ibonakalisiwe, ingeyiyo eyomthetho. Kambe ke iyangqinelwa *ngumthetho kaMosis *nangabashumayeli bamandulo.

Kwabaseroma 3

Kwabaseroma 3:16-23