Kwabaseroma 2:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kuya kubakho imbandezelo nobunzima kubantu bonke abenza okubi, kumJuda kuqala kwanakowolunye uhlanga ngokunjalo.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:4-15