Kwabaseroma 2:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yokuba unentliziyo elukhuni, ungaguquki, uzibizela ingqumbo ngemini yengqumbo. Ngaloo mini iya kucaca indlela agweba ngayo uThixo.

Kwabaseroma 2

Kwabaseroma 2:1-7