Kwabaseroma 16:5 Ibhayibhile (XHO96)

Libuliseni kwanebandla elihlanganela endlwini yabo. Ndibuliseleni kuEpeneto, umhlobo wam othandekayo, owaba ngowokuqala ukukholwa kuKrestu eAsiya;

Kwabaseroma 16

Kwabaseroma 16:1-11