Kwabaseroma 16:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku bona bâbubeka esichengeni ubomi babo ngenxa yam, nto leyo ke ekungabuleli mna ndedwa kubo ngayo, koko kubulela nawo onke amabandla asezintlangeni.

Kwabaseroma 16

Kwabaseroma 16:1-5