Kwabaseroma 16:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku, mawethu, ndiyaniyala: balumkeleni abaxabanisayo nabakhubekisayo, besenza okuchaseneyo nemfundiso enayifundiswayo nina. Zikhwebuleni kubo.

Kwabaseroma 16

Kwabaseroma 16:11-24