Kwabaseroma 15:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokunjalo uKrestu wayenza le nto ukuze neentlanga zimdumise uThixo ngenxa yenceba yakhe, njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi:“Ngenxa yoko ndiya kukudumisa phakathi kweentlanga,ndiliculele indumiso igama lakho.”

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:1-19