Kwabaseroma 15:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ndithi, uKrestu waba ngumkhonzi wamaJuda, ukubonisa ukuba uThixo unyanisekile, uyazizalisekisa izithembiso awazenzayo *kumanyange.

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:1-14