Kwabaseroma 15:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku, mawethu, ndiyanibongoza ngenxa yeNkosi yethu uYesu Krestu nangenxa yokusithanda kwakhe uMoya, ukuba nindithandazele kuThixo, njengokuba nam ndizithandazela.

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:21-33