Kwabaseroma 15:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku naye uKrestu akazikholisanga, njengoko nazo *iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Izingcikivo zabakungcikivayo zathwalwa ndim.”

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:1-13