Kwabaseroma 15:24 Ibhayibhile (XHO96)

ndothi ke xa ndihambela eSpeyini, ndinityelele nani, kuba ndinethemba lokunibona xa ndigqitha apho. Emva kokuba ke sendikhe ndaba lundwendwe phakathi kwenu okwexeshana, ndinethemba lokuba nondixhasa ukuya eSpeyini.

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:21-33