Kwabaseroma 15:19 Ibhayibhile (XHO96)

esebenza ngamandla emiqondiso nemimangaliso, nangamandla oMoya. Ndithe ke ndaqala eJerusalem, ndajikeleza ndaya kutsho nakwelaseIliriko, ndizivakalisa kuyo yonke indawo iindaba ezimnandi zikaKrestu.

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:13-27