Kwabaseroma 15:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ke mna andinabuganga bakuthetha nto ngazinto angazisebenzanga ngam uKrestu. UKrestu wasebenza ngam ukuze iintlanga zimlulamele, esebenza ngamazwi am nangezenzo zam,

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:8-24