Kwabaseroma 15:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo noIsaya uthi:“Liya kubakho iHlumelo likaJese.Uya kuvela oya kulawula iintlanga.Ziya kuthembela kuye izizwe.”

Kwabaseroma 15

Kwabaseroma 15:10-21