Kwabaseroma 14:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba kaloku uKrestu wafa, wabuya wadla ubomi, ngenjongo yokuba abe yiNkosi yabafileyo nabaphilayo.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:1-15