Kwabaseroma 14:4 Ibhayibhile (XHO96)

Yini na wena ukuba usigwebe isicaka somnye? Kaloku siya kugwetywa yinkosi yaso. Kanti notyayo akayi konakalelwa nto, kuba iNkosi inako ukumgcina.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:2-5