Kwabaseroma 14:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke lowo uthandabuzayo xa atyayo, selegwetyiwe, kuba akatyi ekholwa. Yonke ke into ayenzayo umntu engaqinisekanga ukuba iyamkholisa uThixo isisono.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:17-23