Kwabaseroma 14:20 Ibhayibhile (XHO96)

Musa ukuthi ngenxa yokutya uwuchithe umsebenzi kaThixo. Okunene konke ukutya kunyulu, kodwa kuba yinto embi kulowo uthi ngenxa yokutya abe sisikhubekiso komnye.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:10-23