Kwabaseroma 14:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba uyamhlungisa umwenu ngento osukuba uyitya, inkqubo yakho ayiseyiyo eyothando. Musa ukuthi ngenxa yokutya okutyayo umtshabalalise lowo uKrestu wamfelayo.

Kwabaseroma 14

Kwabaseroma 14:12-16