Kwabaseroma 13:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku abaphathi aba aboyikeki kubantu abalungisayo, boyikeka kwabonayo. Ukuba ufuna ukungamoyiki osemagunyeni, yenza okulungileyo, yaye ke uya kukuncoma.

Kwabaseroma 13

Kwabaseroma 13:1-12