Kwabaseroma 12:20 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku iziBhalo zikwatsho nokuthi: “Ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe into etyiwayo; ukuba lunxaniwe, luphe into eselwayo; kuba ngokwenjenjalo ke, woba uluvisa udano, khon' ukuze luguquke.”

Kwabaseroma 12

Kwabaseroma 12:19-21