Kwabaseroma 11:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kúthiweni ke ngoko? Makuthiwe amaSirayeli akayifumananga into awayeyizondelele. Kodwa iqaqobana elichongwe nguThixo layifumana, aza ke wona amanye aqaqadekiswa,

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:1-14