Kwabaseroma 11:6 Ibhayibhile (XHO96)

Lona lachongwa nguThixo ngokwesisa sakhe, elibabala, engalinyuli ngenxa yezenzo zalo. Kaloku ukuba uThixo wayenyula abantu ngokwezenzo zabo, isisa sakhe asingebi saba sisisa.

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:5-15