Kwabaseroma 11:32 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uThixo wabaquka bonke abantu ekungamthobelini, ukuze abenzele inceba xa bebonke.

Kwabaseroma 11

Kwabaseroma 11:27-36